Joshua 8:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ke, nabo bonke abantu abanam, siya kusondela ngasesixekweni: kwakuya kuti, nxa bapumelayo ngakuti, njengasekuqaleni, sesiya kubaleka pambi kwabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, nabantu bonke abanam, siya kusondela kuwo umzi.Kothi, bakuphuma basihlangabeze, njengokuya kokuqala, sisuke sirhole phambi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke, nabantu bonke abakunye nam, siya kusondela esixekweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna kunye namadoda ahamba nam sosivelela ngaphambili isixeko. Xa amadoda aseAyi asihlangabezayo thina siya kujika sibaleke njengokwesihlandlo sokuqala.