Joshua 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kwandula nina ukusuka ekulaleleni, nisibambe isixeko: ngokuba uyehova, utixo wenu, eya kusinika esandleni senu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nisuke ke nina ekulaleleni kwenu, niwuhluthe umzi. UYehova uThixo wenu uwunikele esandleni senu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku yimani apho nilalele khona, nisithimbe isixeko, kuba uYehova uThixo wenu uya kusinikela esandleni senu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nina niya kuphuma kuloo ndawo benizimele kuyo, nihlasele isixeko, nisithimbe. UNdikhoyo uThixo wenu wosinikela ezandleni zenu.