Joshua 9:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako babesitsho kuti abadala betu, nabo bonke abemi belizwe letu, ukuti: Tabatani ezandleni zenu umpako wendlela, nihambe niye kubakaulela, niti kubo: Sizizicaka zenu; keniti kaloku nenze ucebano nati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Atsho kuthi amadoda amakhulu, nabemi bonke belizwe lakowethu, ukuthi, Phathani ezandleni zenu umphako wendlela, niye kuwakhawulela, nithi kuwo, Singabakhonzi benu; simiseleni ngoko umnqophiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asixelela ngoko amadoda amakhulu, nabemi bonke belizwe lakowethu, esithi, Thabathani ukudla kwenu endleleni, niye kuwakhawulela, nithi kuwo, Singabakhonzi benu; ke ngoko, yenza umnqophiso kunye nathi ngoku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda amakhulu akuthi, kunye nabemi bonke belakowethu, bathi kuthi: ‘Zenzeleni umphako wendlela, nihambe niye kubo, nithi: “Sizizicaka zenu. Visisanani nathi, sihlalisane ngoxolo.” ’