Joshua 9:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza lwanduluka usapo luka‐Sirayeli, lwafika ezixekweni zawo ngomhla wesitatu. Kekaloku izixeko zawo zaziyi‐Gibeyone, ne‐Kefira, ne‐Berote, ne‐Kiriyate‐yarime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka oonyana bakaSirayeli, bafika emizini yabo ngomhla wesithathu. Imizi yabo yiGibheyon, neKefira, neBheroti, neKiriyati-yeharim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bemka oonyana bakaSirayeli, bafika emizaneni yabo ngomhla wesithathu. Imizi yabo yayiyiGibheyon, neKefira, neBheroti, neKiriyati-yeharim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anduluka ke amaSirayeli, athi emva kweentsuku ezintathu agaleleka apho kwakuhlala khona loo madoda. Izixeko zawo yayiyiGibheyon, iKefira, iBheroti, kunye neKiriyati-yarim.