Joshua 9:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bandula bahlanganisana ndawonye, ukuze kuliwe no‐Yoshuwa no‐Sirayeli, ngentliziyo nye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
babuthelana ndawonye, ukuba balwe ngamxhelo mnye noYoshuwa namaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bahlanganisana ndawonye ukuba balwe noYoshuwa namaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke zabuthelana ngamxhelo mnye ukuze zilwe noYoshuwa namaSirayeli.