Joshua 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wawabiza, wateta kuwo, esiti: Yinina ukuba nisibukuqile ngokuti: Sikude kakulu kuni, nxa nihleliyo pakati kwetu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wababiza ke uYoshuwa, wathetha kubo, esithi, Nisikhohliseleni na, nisithi, Simgama kakhulu kuni; kanti nihleli kwaphakathi kwethu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wababiza ke uYoshuwa, wathetha kubo, wathi, Nisinyulele, nathi, Sikude kakhulu kuni; uhlala phakathi kwethu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa wathi mabeziswe kuye abantu baseGibheyon, wabhekisa kubo wathi: “Nisikhohlisele ntoni nisithi nivela kude nje, kanti nihlala kufuphi?