Joshua 9:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku, nanku sisesandleni sako; yenza ke, njengokulungileyo nanjengokufaneleyo emehlweni ako ukwenza kuti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kalokunje nanku sisesandleni sakho; yenza njengoko kulungileyo, njengoko kuthe tye emehlweni akho ukwenza kuthi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku niyabona, sisesandleni senu; yenza kuthi njengoko kulungileyo, njengoko kuthe tye emehlweni akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke siphantsi kwegunya lakho; yenza loo nto wena ucinga ukuba ilungile.”