Joshua 9:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenje njalo ke kuwo, wawasindisa esandleni sosapo luka‐Sirayeli, ukuba alwawabulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenjenjalo ke kubo, wabahlangula esandleni soonyana bakaSirayeli, abababulala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenjenjalo ke kubo, wabahlangula esandleni soonyana bakaSirayeli, ukuze bangababulali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi ke into awayenzayo uYoshuwa: wabakhusela, akawavumela ukuba amaSirayeli ababulale,