Joshua 9:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abemi base‐Gibeyone, bakuva oko okwenziweyo ngu‐Yoshuwa e‐Jeriko nase‐Hahai,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke abemi baseGibheyon beva oko akwenzileyo uYoshuwa kwiYeriko, nakwiAyi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beva abemi baseGibheyon into ayenzileyo uYoshuwa eYeriko naseAyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu baseGibheyon, ababengamaHivi, bayiva imbali yezigigaba zikaYoshuwa eJeriko naseAyi,