Joshua 9:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aye esiti ku‐Yoshuwa: Sizizicaka zako. Wati u‐Yoshuwa kuwo: Ningobanina? nivela pina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi kuYoshuwa, Singabakhonzi bakho. Wathi uYoshuwa kubo, Ningoobani na, nivela phi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi kuYoshuwa, Singabakhonzi bakho. Wathi uYoshuwa kubo, Ningoobani na? ungowaphi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi kuYoshuwa: “Thina sizizicaka zakho.” Wababuza uYoshuwa wathi: “Ningamani, yaye nivela phi?”