Jude 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai nbunzima babo! ukuba behambile endleleni ka‐Kayine, bagalelekela elulahlekweni luka‐Bilame ngenxa yomvuzo, babuba ekupikeni kuka‐Kora.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha ke bona! Ngokuba bahamba ngendlela kaKayin;bakhukuliswa lulahlekiso lukaBhileham ngenxa yomvuzo;batshabalala ephikeni likaKora.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha ke bona! Kuba bahamba ngendlela kaKayin; bakhukuliswa lulahlekiso lukaBhileham ngenxa yomvuzo; batshabalala ephikeni likaKora.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yini le, bagabadele! Basekhondweni likaKayen. Bazintywilisele esonweni, khon' ukuze bazuze imali njengoBhalam. KwanjengoKora owayengafuni ukulawulwa, nabo bayagwayimba. Ngoko ke baya kutshabalala njengaye.