Jude 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukwenza ukugweba ngakubo bonke, nokuvisa ityala bonke abangabedeshiyo pakati kwabo ngazo zonke izenzo zabo ezingabedeshekileyo ababezenzile ngokungabedeshi, nangazo zonke izinto ezilukuni ababezitetile ngakuyo aboni abangabedeshiyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba ibagwebe bonke, ibohlwaye bonke abangahloneli Thixo kubo, ngenxa yemisebenzi yabo yonke yokungahloneli Thixo, abayenze bengahloneli Thixo, nangenxa yazo zonke izinto ezilukhuni, ababezithethile ngayo aboni abangahloneli Thixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba ibagwebe bonke, ibohlwaye bonke abangahloneli Thixo kubo, ngenxa yemisebenzi yabo yonke yokungahloneli Thixo, abayenze bengahloneli Thixo, nangenxa yazo zonke izinto ezilukhuni, ababezithethile ngaye aboni abangahloneli Thixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iza kugweba isingele phantsi bonke abantu abangamkhathalelanga uThixo. Aba bantu iza kubagweba ngenxa yezinto ezimanyumnyezi abazenzileyo; ngokunjalo nangenxa yezenyeliso abazithethileyo bengcikiva uThixo.”