Jude 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona aba bangabaṙoṙayo, bangabeyayo, behamba ngokwenkanuko zabo; abamlomo uteta amazwi okuzidla, bebeka abantu ngenxa yenzuzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aba ngabakrokri abasolayo, behamba ngokweenkanuko zabo, umlomo wabo uthetha iindumbisa zamazwi, bencoma ubuso bomntu ngenxa yenzuzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aba ngabakrokri abasolayo, behamba ngokweenkanuko zabo; umlomo wabo uthetha iindumbisa zamazwi, bencoma ubuso bomntu ngenxa yenzuzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aba bantu into abayaziyo kukukhalaza besola. Barhorhozela emva kweminqweno yabo egwenxa. Ngamabhongo abo baqhayisa baqhathe abantu, khon' ukuze babaxhaphaze.