Jude 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba bebesiti kuni kuya kubako abahleki exesheni lokugqibela, behamba ngokwezabo inkanuko ezingabedeshekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba babesithi kuni, Kuya kubakho abagxeki ngexesha lokugqibela, behamba ngokwezabo iinkanuko zokungahloneli Thixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba babesithi kuni, Kuya kubakho abagxeki ngexesha lokugqibela, behamba ngokwezabo iinkanuko zokungahloneli Thixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku babetshilo ukuthi: “Ngemihla yokugqibela kuya kuvela abantu abalunyelisayo unqulo, bekhukuliswa yiminqweno yabo egwenxa.”