Judges 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wemka kona waya ngakubo abemi base‐Debire: (kodwa igama le‐Debire ngapambili beliyi‐Kiriyate‐sefere.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka khona waya kubemi baseDebhiri; igama leDebhiri ngenxa engaphambili beliyiKiriyati-sefere.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukusuka apho wabahlasela abemi baseDebhiri, yaye igama leDebhiri laliyiKiriyati-sefere ngenxa engaphambili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abendlu kaJuda baya kuhlasela abantu abahlala eDebhiri, ekwakusithiwa yiKiriyati-sefere mandulo.