Judges 1:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Hotineli unyana ka‐Kenazi, umninawe ka‐Kalebi, wayitimba: waza wamnika u‐Hakesa, intombi yake, abe ngumfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayithimba uOteniyeli unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi;wamnika ke intombi yakhe, uAkesa, yangumkakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena uOteniyeli, unyana kaKenazi, umzalwana kaKalebhi, wamnika intombi yakhe, uAkisa, yangumkakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UOteniyeli, unyana kaKenazi umninawa omncinci kaKalebhi, wasithimba ke eso sixeko, waza ke uKalebhi wayendisela kuye intombi yakhe uAkesa.