Judges 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Juda watimba i‐Gaza nomda wayo, ne‐Ashekelone nomda wayo, ne‐Hekrone nomda wayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYuda wayithimba iGaza nommandla wayo, neAshkelon nommandla wayo, ne-Ekron nommandla wayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AmaYuda ayithimba iGasa nommandla wayo ngaselwandle, neAshkelon nommandla wayo, ne-Ekron nommandla wayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wayinceda indlu kaJuda, yawuthatha umhlaba okweleentaba. Phofu abakwaJuda zange babe nako ukubagxotha abantu ababemi kwintili egudle ulwandle, kuba babeneenqwelo ezenziwe ngentsimbi. Izixeko zabo ibiyiGaza, iAshkelon, ne-Ekron, zinemimandla yazo.