Judges 1:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yahamba londoda yaya ezweni lama‐Hiti, yaka isixeko, yabiza igama laso nge‐Luze; likwa ligama laso kwada kwanamhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya loo mntu ezweni lamaHeti, wakha umzi, wathi igama lawo yiLuzi; ligama lawo unanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Loo ndoda yahamba yaya kwilizwe lamaHeti yaza yakha isixeko, yasibiza ngokuba yiLuse, ligama laso elo de kube namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko yaya kwelamaHiti, yakha isixeko, yathi yiLuzi igama laso. Sisabizwa ngelo gama ke nangoku.