Judges 1:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, xeshekweni u‐Sirayeli ase womelele, wabenza aba‐Kanane babe ngabanikeli; kodwa akabagqogqa ngokugqibela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akomelela amaSirayeli, awafaka uviko amaKanan, akawagqogqa awagqibe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi bakomelela oonyana bakaSirayeli, bawahlasela amaKanan, kodwa abazange bawagxothe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athi ke akomelela amaSirayeli azenza izicaka zawo ezo zizwe, kodwa akazigxotha.