Judges 1:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako u‐Frayime akabagqogqa aba‐Kanane abahlala e‐Gezere; kodwa aba‐Kanane bahlala pakati kwabo e‐Gezere.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEfrayim akawagqogqanga amaKanan abemi eGezere; ahlala amaKanan phakathi kwakhe eGezere.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEfrayim akawagqogqanga amaKanan abehleli eGezere; ahlala amaKanan phakathi kwawo eGezere.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NamaEfrayim zange awagxothe amaKanana awayehlala eGezere; awayeka bahlala kunye.