Judges 1:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ama‐Ashere ahlala pakati kwaba‐Kanane, abemi belozwe; ngokuba ebengabagqogqanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ama-Ashere ahlala phakathi kwamaKanan abemi kwelo zwe;ngokuba akawagqogqanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ama-Ashere ahlala phakathi kwamaKanan awayehlala kwelo lizwe, kuba akazange awagxothe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ama-Ashere ahlala nawo loo maKanana.