Judges 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenyuka ke u‐Juda; wandula uyehova wanikela aba‐Kanane nama‐Perizi esandleni sabo: babulala kubo e‐Bezeke amadoda angamawaka alishumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka ke uYuda; uYehova wawanikela amaKanan namaPerizi esandleni sabo. Bawabulala eBhezeki amadoda angamawaka alishumi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka uYuda; yaye uYehova wawanikela esandleni sawo amaKanan namaPersi, aza abulala phakathi kwawo ishumi lamawaka amadoda eBheseki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlasela ke abendlu kaJuda, uNdikhoyo wawanikela ezandleni zabo amaKanana namaPerezi, baza babulala ishumi lamawaka eBhezeki.