Judges 1:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamfumana u‐Adoni‐bezeke e‐Bezeke, balwa naye; babulala aba‐Kanane nama‐Perizi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAdoni waseBhezeki bamfumana eBhezeki, balwa naye, bawabulala amaKanan namaPerizi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamfumana uAdoni-bhezeki eBhezeki baza balwa naye baza bawabulala amaKanan namaPersi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho ke bafumana uAdoni-bhezeki, balwa naye, bawaswantsulisa amaKanana namaPerezi.