Judges 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nasemva kwoko lwehla usapo luka‐Juda ukuya kulwa naba‐Kanane, ababehleli ezintabeni, nasesuyide, nasezihlanjeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Behla emveni koko oonyana bakaYuda, baya kulwa namaKanan abehleli kweleentaba, nakwelasezantsi, nakweleentlambo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko behla oonyana bakaYuda baya kulwa namaKanan awayehlala ezintabeni ezimzantsi nasentlanjeni yomlambo oqukuqelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke balwa namaKanana akweleentaba, namazantsi azo, ngokunjalo nakwintlango esezantsi.