Judges 10:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko usapo luka‐Sirayeli lwati kuyehova: Sonile; yenza wena kuti njengako konke okulungileyo emehlweni ako; kodwa sisindise ke namhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi oonyana bakaSirayeli kuYehova, Sonile; yenza wena kuthi ngokubona kwakho; kodwa khawusihlangule okwanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi oonyana bakaSirayeli kuYehova, Sihlulekile; Sihlangule namhlanje kuphela, siyathandaza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ke athi kuNdikhoyo: “Siyasivuma isono sethu. Yenza kuthi ngokubona kwakho; kambe ke nceda usihlangule namhlanje.”