Judges 10:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwandula usapo luka‐Hamoni lwabizelwa ndawonye, lwaya lwati waca e‐Gileyadi. Kanjako usapo luka‐Sirayeli lwahlanganiswa, lwaya lwati waca e‐Mitsipa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babizeleka ndawonye oonyana baka-Amon, bamisa eGiliyadi.Bahlanganisana oonyana bakaSirayeli, bamisa eMizpa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlanganisana oonyana baka-Amon, bamisa eGiliyadi. Bahlanganisana oonyana bakaSirayeli, bayimisa iMitspe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ama-Amon axhobela imfazwe, aza ahlanganisana eGiliyadi. Ke wona amaSirayeli ahlanganisana aza emisa eMizpa.