Judges 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abantu, inkosi zase‐Gileyadi, bati omnye kwomnye: Ngubanina leyondoda eya kuqala ukulwa ngakulo usapo luka‐Hamoni? yona yoba yintloko pezu kwabo bonke abemi base‐Gileyadi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi abantu, abathetheli baseGiliyadi, omnye komnye, Ngubani na indoda eya kuqala ukulwa noonyana baka-Amon? Yoba yintloko yabemi bonke baseGiliyadi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi abantu nezikhulu zaseGiliyadi omnye komnye, Ngubani na oya kuqala ahlasele oonyana baka-Amon? yoba yintloko yabemi bonke baseGiliyadi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amadoda amakhulu aseGiliyadi afakana imilomo esithi: “Ngaba ngubani oza kusikhokela silwe nala ma-Amon? Lowo uya kuba yintloko yethu sonke apha eGiliyadi.”