Judges 10:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wagweba o‐Sirayeli iminyaka yamashumi mabini anamitatu; wada wafa, wancw̔atywa e‐Shamire.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawalawula amaSirayeli iminyaka emashumi mabini anamithathu; wafa, wangcwatyelwa eShamire.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawalawula amaSirayeli iminyaka emashumi mabini anantathu, waza wafa, wangcwatyelwa eSamire.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayeyinkokheli kwaSirayeli iminyaka engamashumi amabini nantathu. Akusweleka wangcwatyelwa eShamire.