Judges 10:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwavuka emva kwake u‐Yahire, um‐Gileyadi, owagweba o‐Sirayeli iminyaka yamashumi mabini anamibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwakhe kwavela uYahire umGiliyadi, wawalawula amaSirayeli iminyaka emashumi mabini anamibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni kwakhe kwalandela uYayiro umGiliyadi, wangukumkani kwaSirayeli iminyaka emashumi mabini anamibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koTola kwalandela uJayire waseGiliyadi. Wayeyinkokheli kwaSirayeli amashumi amabini anambini eminyaka.