Judges 11:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Jefeta watuma izigidimi kukumkani wosapo luka‐Hamoni, ukuti: Uyinto nina kum, ukuba uze ngakum ukulwa ezweni lam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYifeta wasusa abathunywa, baya kukumkani woonyana baka-Amon, wathi, Yintoni na enam nawe, uze kum nje ukuba ulwe nelizwe lam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYafete wathumela abathunywa kukumkani woonyana baka-Amon, wathi, Yintoni na enam nawe, uzé kulwa nam nje ezweni lam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJefta ke wathumela izigidimi kukumkani wama-Amon, ebuza esithi: “Yintoni isizekabani sokuba ulihlasele ilizwe lakowethu?”