Judges 11:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela kanjako u‐Jefeta watuma izigidimi kukumkani wosapo luka‐Hamoni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYifeta waphinda wathuma abathunywa kukumkani woonyaka baka-Amon, wathi kuye,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ke uYafete wathumela abathunywa kukumkani woonyana baka-Amon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJefta ke wathumela kwaizigidimi, ephendula ukumkani wama-Amon,