Judges 11:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kuye: Utsho u‐Jefeta ukuti: u‐Sirayeli akatabatanga ilizwe le‐Mowabi, nelizwe losapo luka‐Hamoni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYifeta ukuthi, AmaSirayeli akalithabathanga ilizwe lakwaMowabhi, nelizwe loonyana baka-Amon;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Kwathiwa nguYafete, Oonyana bakaSirayeli abalithimbanga ilizwe lakwaMowabhi, nelizwe loonyana baka-Amon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
esithi: “UJefta uthi: ‘Hayi, uyaphazama; uSirayeli zange athathe mhlaba wamaMowabhi namhlaba wama-Amon.