Judges 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba, bakunyuka e‐Jipete, nxa u‐Sirayeli wahamba entlango kude kwaselwandle olubomvu, wada wafika e‐Kadeshe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba ekunyukeni kwawo eYiputa amaSirayeli ahamba ngentlango, eza eLwandle oluBomvu, eza eKadeshe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphuma oonyana bakaSirayeli eYiputa, bahamba entlango, besa eLwandle oluBomvu, bafika eKadeshe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi into eyenzekayo: AmaSirayeli ukuphuma kwawo eJiputa, anqumla intlango, aya kutsho kuLwandle oluBomvu, agaleleka eKadeshe.