Judges 11:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Sihone ebengatembi u‐Sirayeli, ukuba acande emdeni wake; koko u‐Sihone wahlanganisa bonke abantu bake, baya bati waca e‐Yahetsa; waza walwa no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uSihon akakholwa ngamaSirayeli, ukuba acande emdeni wakhe. Wabahlanganisa uSihon bonke abantu bakhe, bamisa eYatsa, walwa namaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uSihon akakholwa ngamaSirayeli, ukuba acande ezweni lakhe; wabahlanganisa bonke abantu bakhe, wamisa eYatsa, walwa noonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke zange uSihon akholiseke ukuba banqumle emhlabeni wakhe. Suka waqokelela umkhosi wakhe eJahazi, waza wahlasela uSirayeli.