Judges 11:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ugqogqile aba‐Amori pambi kwabantu bake o‐Sirayeli; kekaloku wena uya kubamba ilizwe labo na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku uYehova, uThixo kaSirayeli, uwagqogqile ama-Amori phambi kwabantu bakhe amaSirayeli. Uya kulihlutha na ke wena?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uYehova, uThixo kaSirayeli, uwagxothile ama-Amori phambi kwabantu bakhe amaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke nguNdikhoyo uThixo wamaSirayeli owawagxothayo ama-Amori, khon' ukuze kungene abantu bakhe amaSirayeli. Ngaba uzama ukuwohlutha kuthi ke ngoku?