Judges 11:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jefeta wesaba ebusweni babazalwana bake, wahlala ezweni le‐Tobe: kwaza kwabutelwa kuye u‐Jefeta amadoda angendawo, apuma naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaleka uYifeta phambi kwabazalwana bakhe, wahlala ezweni laseTobhi. Kwathuthelana kuYifeta amadoda angenabuntu, aphuma naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasaba uYafete kubazalwana bakhe, waya wahlala ezweni laseTobhi; kwahlanganisana amadoda angenabuntu kwaYafete, aphuma naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasaba ke uJefta kubantakwabo, waya kuhlala kumhlaba waseTobhi. Apho ke kwabuthelana kuye iindlavini ezithile, zaza zaba ngamahlakani akhe.