Judges 11:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuya kwandula ukuti, oko kusukuba kupuma elucangweni lwendlu yam ukuza kundikaulela, ndakubuya ngoxolo kulo usapo luka‐Hamoni, kwoba ko kukayehova, ndandiya kukunikela kube lidini lokutshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wothi, osukuba ephuma emnyango wendlu yam, eza kundikhawulela ekubuyeni kwam ngoxolo koonyana baka-Amon, abe ngokaYehova; ndimnyuse abe lidini elinyukayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonk’ into ephuma emnyango wendlu yam, yondihlasela, ndide ndibuye ndixolile koonyana baka-Amon, ibe yekaYehova, ndiyithabathe ibe lidini elinyukayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
into yokuqala ephume endlwini yam yandihlangabeza xa ndibuya sekuluxolo iya kuba yekaNdikhoyo; ndiya kuyenza idini elitshiswayo.”