Judges 11:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Jefeta wadlulela kulo usapo luka‐Hamoni ukulwa nalo; waza uyehova walunikela esandleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wagqitha ke uYifeta, waya koonyana baka-Amon ukuba alwe nabo. Wabanikela uYehova esandleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYafete wahamba phambi koonyana baka-Amon ukuba alwe nabo; uYehova wabanikela esandleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke waphuma uJefta, waya kulwa nama-Amon, waza ke uNdikhoyo wawanikela esandleni sakhe.