Judges 11:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute emva kwemihla etile, ukuba usapo luka‐Hamoni lwalwa no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, kwakuba ntsuku, balwa oonyana baka-Amon noonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekugqibeleni oonyana baka-Amoni balwa noSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekuhambeni kwethuba ke ama-Amon alwa namaSirayeli.