Judges 11:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa usapo luka‐Hamoni belusilwa no‐Sirayeli, bandula abadala base‐Gileyadi baya ukumzeka u‐Jefeta ezweni le‐Tobe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bakuba besilwa oonyana baka-Amon namaSirayeli, amadoda amakhulu aseGiliyadi aya kumthabatha uYifeta ezweni laseTobhi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa oonyana baka-Amon bawahlasela amaSirayeli, amadoda amakhulu aseGiliyadi aya kuthabatha uYafete ezweni laseTobhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe ke kwakuba nje amadoda amakhulu aseGiliyadi asuka alanda uJefta eTobhi,