Judges 11:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abadala base‐Gileyadi bati ku‐Jefeta: Ngako oko kaloku sibuyele kuwe, ukuze uhambe nati, ulwe ngakulo usapo luka‐Hamoni, ube yintloko yetu pezu kwabo bonke abemi base‐Gileyadi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi amadoda amakhulu aseGiliyadi kuYifeta, Kukho kaloku le nto sibuyela kuwe, ukuba uhambe nathi, ulwe noonyana baka-Amon, ube yintloko kuthi, kubemi bonke baseGiliyadi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi amadoda amakhulu aseGiliyadi kuYafete, Kungenxa yoko le nto sibuyela kuwe, ukuba uhambe nathi, uye kulwa noonyana baka-Amon, ube yinganga yethu phezu kwabemi bonke baseGiliyadi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona azibika kuye athi: “Ewe, naxa kunjalo sibhenela kuwe ngoku, kuba sifuna uhambe nathi, ulwe nama-Amon. Uya kuba yintloko yethu sonke thina maGiliyadi.”