Judges 11:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Jefeta kubo abadala base‐Gileyadi: Ukuba niyandibuyisa, ndize ndilwe ngakulo usapo luka‐Hamoni, nokuba uyehova uya kulunika ebusweni bam, ndoba yintloko yenu na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYifeta kumadoda amakhulu aseGiliyadi, Ukuba nithe nandibuyisa, ukuze ndilwe noonyana baka-Amon, uYehova wabanikela kum, mna ndoba yintloko kuni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYafete kumadoda amakhulu aseGiliyadi, Ukuba nithe nandibuyisa, ukuze ndilwe noonyana baka-Amon, uYehova wabanikela esandleni sam, mna ndoba yinkokeli yenu na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJefta ke wathi kumadoda aseGiliyadi: “Ukuba ndithe ndabuyela kuni, ndaza ngoncedo lukaNdikhoyo ndawoyisa ama-Amon, ngaba niyavuma ngenene ukuba ndibe yintloko yenu?”