Judges 12:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emva kwake, u‐Eloni, um‐Zebulone, wagweba o‐Sirayeli; wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yalishumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwakhe wawalawula amaSirayeli uElon, umZebhulon;wawalawula amaSirayeli iminyaka elishumi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe uElon umZebhulon wayekhokela oonyana bakaSirayeli; waba neminyaka elishumi engukumkani kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koIbzan uElon wakwaZebhulon waba yinkokheli kwaSirayeli iminyaka elishumi.