Judges 12:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emva kwake, u‐Habedoni, unyana ka‐Hilele, um‐Piratone, wagweba o‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwakhe wawalawula amaSirayeli uAbhedon, unyana kaHileli, wasePiraton.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe uAbhedon unyana kaHileli wasePiraton wayekhokela oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koElon ke nguAbdon unyana kaHileli wasePiraton owaba yinkokheli kwaSirayeli.