Judges 12:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafa u‐Habedoni, unyana ka‐Hilele, um‐Piratone, wancw̔atywa e‐Piratone, ezweni lakwa‐Frayime, entabeni yama‐Amaleki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa ke uAbhedon unyana kaHileli, wasePiraton, wangcwatyelwa ePiraton ezweni lakwaEfrayim, kweleentaba lama-Amaleki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uAbhedon unyana kaHileli, wasePiraton, wangcwatyelwa ePiraton, ezweni lakwaEfrayim, kweleentaba lama-Amaleki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke akusweleka wangcwatyelwa ePiraton kummandla kaEfrayim kweleentaba lama-Amaleki.