Judges 13:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula umfazi lowo wanxama, wagidima, wayixelela indoda yake, wati kuyo: Bona ke, indoda ibonakele kum, eyezayo ngomhla lowa kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhawuleza umfazi, wagidima, wayixelela indoda yakhe, wathi kuyo, Yabona, ubonakele kum laa mntu ubeze kum laa mhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagidima umfazi ngokukhawuleza, waya kuxelela indoda yakhe, wathi kuyo, Yabona, le ndoda ibize kum laa mhla, ibonakele kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke umfazi wakhawuleza waya kuxelela indoda yakhe, wathi: “Laa mfo ubeze kum ngalaa mini uphinde wabonakala!”