Judges 13:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesuka u‐Manoha, wahamba emva kwomfazi wake, weza kulondoda, wati kuyo: Wena uyindoda leyo na ebiteta nomfazi? Yaza yati: Ndiyiyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka ke uManowa, wamlandela umkakhe, waya kuloo mntu, wathi kuye, Ungulaa mntu na ubethetha nomfazi? Wathi, Ndinguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka ke uManowa, wamlandela umkakhe, waya kuloo ndoda, wathi kuyo, Ungulaa mntu na ubethetha nomfazi? Wathi yena: Ndinguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphakama ke uManowa, walandela umkakhe. Wafika wayibuza ke indoda wathi: “Ungulaa mfo wayethethe nenkosikazi yam?” “Ndinguye,” watsho umfo lowo.