Judges 13:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Manoha wati: Kaloku makuze kubako amazwi ako. Loba linina isiko lalomntwana nomsebenzi wake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uManowa, Ukuba lithe lenzeka kaloku ilizwi lakho, loba yintoni na isiko lale nkwenkwe, nokwenza kwayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uManowa, Makube njalo amazwi akho. Siya kumqeqesha njani umntwana, kwaye siya kwenza ntoni ngaye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba ke uManowa wathi: “Ke, akuba ezalisekile la mazwi akho, imelwe kukuziphatha njani inkwenkwe leyo, yenze ntoni?”