Judges 13:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Manoha wati kuyo ingelosi kayehova: Ngubanina igama lako, ukuze sikubeke, lakuza kubako ilizwi lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uManowa kwisithunywa sikaYehova, Ungubani na igama;sikuzukise lakwenzeka ilizwi lakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uManowa kwisithunywa sikaYehova, Ungubani na igama lakho, ukuze sikuhlonele ekuzalisekeni kwamazwi akho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UManowa ke wasibuza isithunywa sikaNdikhoyo wathi: “Kakade ke ungubani igama lakho? Kuba ke sifuna ukukuwonga akuzaliseka la mazwi akho.”