Judges 13:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Manoha kumfazi wake: Siya kufa ngenyaniso, ngokuba simbonile utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uManowa kumkakhe, Siya kufa ngenene, ngokuba simbonile uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uManowa kumkakhe, Siya kufa ngenene, ngokuba simbonile uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UManowa ke wathetha nomkakhe, wathi: “Nakanjani na simelwe kukufa, kuba sibone uThixo!”